Afrikaans Afrikaans English English Sesotho Sesotho Xhosa Xhosa Zulu Zulu
Afrikaans Afrikaans English English Sesotho Sesotho Xhosa Xhosa Zulu Zulu

KWANOKUTHULA COMMUNITY MEETING / INTLANGANISO YOLUNTU YASEKWANOKUTHULA: 10 NOVEMBER 2021

PURPOSE: To workshop the building plans for the Kwanokuthula Business Hub. 

INJONGO: Ukucacisa izicwangciso zokwakha ezicetywayo zeshishini lwaseKwanokuthula.  

DATE / UMHLA 10 November 2021 

TIME / IXESHA 18:00 

VENUE: Kwanokuthula Community Hall / KwiHOLO Yoluntu eKwanokuthula

Covid-19 regulations will apply / Imigaqo ye-covid-19 iyakusebenza. 

Contact Mr Bertus Hayward / Mr Lerato Tshefu for more information at (028) 713 8065.

Ngolwazi oluthe vetshe qhakamshelana noMnu Bertus Hayward / Mnu Lerato Tshefu ku-028 713 8065.