HESSEQUA MUNISIPALITEIT
BEGROTING 2016/2017
Die gemeenskap word hiermee uitgenooi om skriftelik insette vir die 2016/2017 begroting in te dien by enige van die kantore te Gouritsmond, Albertinia, Stilbaai, Riversdal, Heidelberg en Slangrivier. Insette sluit op 6 November 2015.
Terugvoering oor insette gelewer sal behandel word by begrotingsvergaderings met die publiek met inagneming van die Raad se Geïntegreerde Ontwikkelings Plan.
MUNICIPALITY HESSEQUA
BUDGET 2016/2017
The public is hereby invited to make written submissions for the 2016/2017 budget until 6 November 2015. The submission can be handed in at any of the municipal offices at Gouritsmond, Albertinia, Stilbaai, Riversdal, Heidelberg and Slangrivier
Feedback on inputs submitted will be dealt with at the budget meetings with the public, taking into consideration the Councils I.D.P.
UMASIPALA WASE HESSEQUA
UHLAHLO LWABIWO MALI LUKA 2016/2017
Bonke abantu bayamenywa ukuba benze / babhale incwadi zengcebiso malunga nohlahlo lwabiwo mali luka 2016/2017 kude kube ngumhla we 6 November 2015. Ngoko uyacelwa ukuba uzise incwadi yakho ecebisayo malunga nohlahlo lwabiwo ali kwezi Ofisi zilandelayo Gouritsmond, Albertinia, Stilbaai, Riversdal, Heidelberg kunye nase Slangrivier.
Ingxelo leyo yeleta ezifakwe ngabantu izakudityaniswa kunye nentlanganiso zohlahlo lwabiwo mali phambi kwesidlangalala, yaye izakube isenziwa yikhansile ye (IDP) Iplani ephuhlisayo ke leyo.